Roma 13:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yonke imiphefumlo mayiwathobele+ amagunya awongamileyo,+ kuba akukho gunya+ libekho ngaphandle kukaThixo;+ amagunya akhoyo abekwe nguThixo+ kwizikhundla zawo ezilinganiselweyo.+ Roma 13:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Nikani bonke oko kubafaneleyo, lowo kufuneka irhafu kuye, mnikeni irhafu;+ lowo kufuneka unikelo kuye, mnikeni unikelo; lowo kufuneka uloyiko kuye, mnikeni uloyiko olo;+ lowo kufuneka imbeko kuye, mnikeni imbeko leyo.+
13 Yonke imiphefumlo mayiwathobele+ amagunya awongamileyo,+ kuba akukho gunya+ libekho ngaphandle kukaThixo;+ amagunya akhoyo abekwe nguThixo+ kwizikhundla zawo ezilinganiselweyo.+
7 Nikani bonke oko kubafaneleyo, lowo kufuneka irhafu kuye, mnikeni irhafu;+ lowo kufuneka unikelo kuye, mnikeni unikelo; lowo kufuneka uloyiko kuye, mnikeni uloyiko olo;+ lowo kufuneka imbeko kuye, mnikeni imbeko leyo.+