IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:63
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 63 “Kothi kanye njengokuba uYehova wayegcoba ngani ukuba anenzele okulungileyo, anandise,+ enjenjalo uYehova ukugcoba ngani ukuba anitshabalalise, anibhubhise;+ ninyothulwe emhlabeni lowo uya kuwo ukuba uwudle ilifa.+

  • Yobhi 1:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Esathetha lowo kwafika omnye waza wathi: “AmaKhaledi+ enze amabutho amathathu aza onda ngeenkamela azithabatha, aza abalindi abaxabela ngohlangothi lwekrele; kwasinda mna, mna ndedwa, ukuza kukuxelela.”

  • Habhakuki 1:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kuba uyabona ndinyusa amaKhaledi,+ uhlanga olunobukrakra noludyuduzelayo, oluya kwiindawo ezibanzi zomhlaba ukuze luzidle ilifa iindawo zokuhlala ezingezozalo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share