2 Kronike 36:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UZedekiya+ wayeneminyaka engamashumi amabini ananye ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, walawula iminyaka elishumi elinanye eYerusalem.+
11 UZedekiya+ wayeneminyaka engamashumi amabini ananye ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, walawula iminyaka elishumi elinanye eYerusalem.+