-
Yeremiya 52:25INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
25 nasesixekweni yathabatha igosa lenkundla elinye elalingumveleli wamadoda emfazwe, namadoda asixhenxe kulawo ayefikelela kukumkani,+ awafunyanwayo esixekweni, nonobhala wentloko yomkhosi, lowo wayehlanganisa abantu belo lizwe, namadoda angamashumi amathandathu ebantwini belo lizwe, abafunyanwa phakathi esixekweni.+
-