2 Kumkani 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye kwathi kamsinya nje akufa uAhabhi,+ ukumkani wakwaMowabhi waqalisa ukuvukela+ ukumkani wakwaSirayeli.
5 Yaye kwathi kamsinya nje akufa uAhabhi,+ ukumkani wakwaMowabhi waqalisa ukuvukela+ ukumkani wakwaSirayeli.