Mateyu 14:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bathi kuye: “Asinanto apha ngaphandle kwezonka ezihlanu neentlanzi ezimbini.”+ Marko 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kodwa abafundi bakhe bamphendula besithi: “Ziya kuvela phi na apha kwindawo ekwanti izonka ezinokwanela aba bantu?”+
4 Kodwa abafundi bakhe bamphendula besithi: “Ziya kuvela phi na apha kwindawo ekwanti izonka ezinokwanela aba bantu?”+