INdumiso 140:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Othetha kakhulu—makangamiselwa ngokuqinileyo emhlabeni.+Umntu wogonyamelo—ububi mabumzingele, bumntlokothise ngokuphindaphindiweyo.+ IMizekeliso 22:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Onobuqili ubona intlekele azifihle,+ kodwa abangenamava bayadlula baze bafumane isohlwayo.+
11 Othetha kakhulu—makangamiselwa ngokuqinileyo emhlabeni.+Umntu wogonyamelo—ububi mabumzingele, bumntlokothise ngokuphindaphindiweyo.+