Numeri 22:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ahamba ke amadoda amakhulu akwaMowabhi namadoda amakhulu akwaMidiyan ephethe intlawulo yokuvumisa+ ezandleni zawo, aya kuBhileham+ aza athetha kuye amazwi kaBhalaki. 1 Samuweli 9:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko waphinda umlindi wamphendula uSawule wathi: “Khangela! Kufumaneke isahlulo sesine seshekele+ yesilivere esandleni sam, ngoko ndiza kusinika umntu kaTHIXO oyinyaniso, ukuze asixelele indlela yethu.”
7 Ahamba ke amadoda amakhulu akwaMowabhi namadoda amakhulu akwaMidiyan ephethe intlawulo yokuvumisa+ ezandleni zawo, aya kuBhileham+ aza athetha kuye amazwi kaBhalaki.
8 Ngoko waphinda umlindi wamphendula uSawule wathi: “Khangela! Kufumaneke isahlulo sesine seshekele+ yesilivere esandleni sam, ngoko ndiza kusinika umntu kaTHIXO oyinyaniso, ukuze asixelele indlela yethu.”