Duteronomi 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Uze uyikhumbule yonke indlela akuhambise ngayo uYehova uThixo wakho kule minyaka ingamashumi amane entlango,+ ukuba akuthobe,+ akuvavanye+ ukuze akwazi okusentliziyweni yakho,+ ukuba woyigcina imiyalelo yakhe okanye akunjalo kusini na. Yohane 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 waza wathi kuye: “Hamba uye kuhlamba+ echibini laseSilowam”+ (eliguqulelwa ngokuthi ‘Thunyelweyo’). Ngoko waya waza wahlamba,+ wabuya ebona.+
2 Uze uyikhumbule yonke indlela akuhambise ngayo uYehova uThixo wakho kule minyaka ingamashumi amane entlango,+ ukuba akuthobe,+ akuvavanye+ ukuze akwazi okusentliziyweni yakho,+ ukuba woyigcina imiyalelo yakhe okanye akunjalo kusini na.
7 waza wathi kuye: “Hamba uye kuhlamba+ echibini laseSilowam”+ (eliguqulelwa ngokuthi ‘Thunyelweyo’). Ngoko waya waza wahlamba,+ wabuya ebona.+