Luka 4:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwakukho abaneqhenqa abaninzi kwaSirayeli ngexesha likaElisha umprofeti, kanti akukho namnye kubo owahlanjululwayo, ngaphandle kukaNahaman umntu waseSiriya.”+ Luka 5:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wasolula isandla sakhe, wamchukumisa, esithi: “Ndiyathanda. Hlambuluka.” Lathi shwaka ngoko nangoko iqhenqa kuye.+
27 Kwakukho abaneqhenqa abaninzi kwaSirayeli ngexesha likaElisha umprofeti, kanti akukho namnye kubo owahlanjululwayo, ngaphandle kukaNahaman umntu waseSiriya.”+
13 Wasolula isandla sakhe, wamchukumisa, esithi: “Ndiyathanda. Hlambuluka.” Lathi shwaka ngoko nangoko iqhenqa kuye.+