INdumiso 10:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba ongendawo uyazidumisa ngolangazelelo lokuzingca lomphefumlo wakhe,+Nalowo wenza ingeniso ngokungafanelekanga+ uzisikelele;נ [Nun]Akabanga nantlonelo kuYehova.+ Yeremiya 17:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Intliziyo inenkohliso kunayo nantoni na yaye iyatyhudisa.+ Ngubani na onokuyazi? Luka 12:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wandula ke wathi kubo: “Gcinani amehlo enu evulekile nize nizilinde kulo lonke uhlobo lwenkanuko,+ kuba kwanaxa umntu enentabalala ubomi bakhe abuphumi kwizinto anazo.”+ 1 Timoti 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba ukuthanda+ imali yingcambu+ yazo zonke iintlobo zobubi,+ yaye ngenxa yokusukelana nolo thando bambi baye balahlekana nokholo, bezingxwelerha ngeentlungu ezininzi.+
3 Kuba ongendawo uyazidumisa ngolangazelelo lokuzingca lomphefumlo wakhe,+Nalowo wenza ingeniso ngokungafanelekanga+ uzisikelele;נ [Nun]Akabanga nantlonelo kuYehova.+
15 Wandula ke wathi kubo: “Gcinani amehlo enu evulekile nize nizilinde kulo lonke uhlobo lwenkanuko,+ kuba kwanaxa umntu enentabalala ubomi bakhe abuphumi kwizinto anazo.”+
10 Kuba ukuthanda+ imali yingcambu+ yazo zonke iintlobo zobubi,+ yaye ngenxa yokusukelana nolo thando bambi baye balahlekana nokholo, bezingxwelerha ngeentlungu ezininzi.+