2 Samuweli 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwaye umfazi lowo waseTekowa wangena kukumkani wawa ngobuso bakhe emhlabeni,+ waqubuda waza wathi: “Sindisa,+ kumkani!” Luka 18:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kodwa kwakukho umhlolokazi kweso sixeko owayehlala esiya+ kuye, esithi, ‘Qinisekisa ukuba umthetho uphumeza okusesikweni nxamnye notshaba lwam.’
4 Kwaye umfazi lowo waseTekowa wangena kukumkani wawa ngobuso bakhe emhlabeni,+ waqubuda waza wathi: “Sindisa,+ kumkani!”
3 Kodwa kwakukho umhlolokazi kweso sixeko owayehlala esiya+ kuye, esithi, ‘Qinisekisa ukuba umthetho uphumeza okusesikweni nxamnye notshaba lwam.’