Numeri 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ekugqibeleni wathi uYehova kuMoses: “Kuya kude kube nini na+ singandihloneli+ esi sizwana, yaye kuya kude kube nini na singakholwa kum ngemiqondiso yonke endiyenzileyo phakathi kwaso?+ 2 Tesalonika 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 nokuze sihlangulwe kubantu abenzakalisayo nabangendawo,+ kuba ukholo asinto banayo bonke abantu.+
11 Ekugqibeleni wathi uYehova kuMoses: “Kuya kude kube nini na+ singandihloneli+ esi sizwana, yaye kuya kude kube nini na singakholwa kum ngemiqondiso yonke endiyenzileyo phakathi kwaso?+