2 Kumkani 6:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukumkani waseSiriya+ wabandakanyeka emfazweni nxamnye noSirayeli. Ngako oko waceba nabakhonzi bakhe,+ esithi: “Uya kumisa inkampu kunye nam kwindawo ethile.”+
8 Ukumkani waseSiriya+ wabandakanyeka emfazweni nxamnye noSirayeli. Ngako oko waceba nabakhonzi bakhe,+ esithi: “Uya kumisa inkampu kunye nam kwindawo ethile.”+