2 Samuweli 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Nendlu yakho nobukumkani bakho ngokuqinisekileyo buya kuqina ukusa kwixesha elingenammiselo phambi kwakho; netrone yakho kanye iya kumiselwa ngokuqinileyo ukusa kwixesha elingenammiselo.”’”+ 2 Kronike 21:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yaye uYehova akazange afune ukuyonakalisa indlu kaDavide,+ ngenxa yomnqophiso+ awawenza noDavide, kanye njengoko wayeya kumnika+ isibane ngalo lonke ixesha yena noonyana bakhe.+
16 Nendlu yakho nobukumkani bakho ngokuqinisekileyo buya kuqina ukusa kwixesha elingenammiselo phambi kwakho; netrone yakho kanye iya kumiselwa ngokuqinileyo ukusa kwixesha elingenammiselo.”’”+
7 Yaye uYehova akazange afune ukuyonakalisa indlu kaDavide,+ ngenxa yomnqophiso+ awawenza noDavide, kanye njengoko wayeya kumnika+ isibane ngalo lonke ixesha yena noonyana bakhe.+