IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 20:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “‘Wona umphefumlo othe waphethukela kwabaneshologu+ nakubaxeli-ziganeko kwangaphambili+ ukuze ube neentlobano zokuziphatha okubi kunye nabo, ndowuchasa ngokuqinisekileyo loo mphefumlo ndize ndiwunqumle phakathi kwabantu bakowawo.+

  • Duteronomi 18:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Maze kungafunyanwa namnye kuwe udlulisa unyana wakhe okanye intombi yakhe emlilweni,+ novumisayo,+ noqhelisela umlingo,+ nohlaba izihlabo+ nokhafulayo,+

  • 1 Kumkani 18:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ke kaloku thumela, ndiqokelelele wonke uSirayeli ndawonye kwiNtaba yeKarmele+ kunye nabaprofeti bakaBhahali+ abangamakhulu amane anamashumi amahlanu nabaprofeti besibonda esingcwele+ abangamakhulu amane, abadla etafileni kaIzebhele.”+

  • Malaki 3:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Ndiza kusondela kuni ukuba ndigwebe,+ yaye ndiza kuba lingqina elikhawulezayo+ nxamnye nabakhafuli,+ nabakrexezi,+ nabo bafunga ubuxoki,+ nabo baqhatha umqeshwa emvuzweni,+ nomhlolokazi+ nenkwenkwe engenayise,+ nabo bamgxothayo umphambukeli,+ ngoxa bengandoyiki mna,”+ utsho uYehova wemikhosi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share