ABagwebi 8:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 UGidiyon waba noonyana abangamashumi asixhenxe+ abaphuma esinqeni sakhe, kuba wayenabafazi abaninzi. ABagwebi 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwaye waba noonyana abangamashumi amane nabazukulwana abangamashumi amathathu ababekhwela kumaesile akhule ngokupheleleyo angamashumi asixhenxe.+ Yaye waqhubeka engumgwebi kwaSirayeli iminyaka esibhozo.
30 UGidiyon waba noonyana abangamashumi asixhenxe+ abaphuma esinqeni sakhe, kuba wayenabafazi abaninzi.
14 Kwaye waba noonyana abangamashumi amane nabazukulwana abangamashumi amathathu ababekhwela kumaesile akhule ngokupheleleyo angamashumi asixhenxe.+ Yaye waqhubeka engumgwebi kwaSirayeli iminyaka esibhozo.