2 Kumkani 9:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ekuhambeni kwethuba uYehu wafika eYizereli,+ yaye uIzebhele+ wakuva oko. Kwaye wawaqaba+ amehlo akhe ngesithambiso esimnyama walungisa nentloko yakhe kakuhle+ waza wakhangela phantsi ngefestile.+
30 Ekuhambeni kwethuba uYehu wafika eYizereli,+ yaye uIzebhele+ wakuva oko. Kwaye wawaqaba+ amehlo akhe ngesithambiso esimnyama walungisa nentloko yakhe kakuhle+ waza wakhangela phantsi ngefestile.+