2 Kumkani 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Yaye uYehu waqubula isaphetha+ sakhe waza watola kuYehoram phakathi kweengalo, kangangokuba utolo lwaphumela entliziyweni yakhe, wathi folokohlo kwinqwelo yakhe yokulwa.+
24 Yaye uYehu waqubula isaphetha+ sakhe waza watola kuYehoram phakathi kweengalo, kangangokuba utolo lwaphumela entliziyweni yakhe, wathi folokohlo kwinqwelo yakhe yokulwa.+