2 Kumkani 10:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Emva koko uYehu wathumela kuye wonke uSirayeli,+ kangangokuba beza bonke abanquli bakaBhahali. Yaye akusalanga namnye ungezanga. Yaye baqhubeka besiza endlwini kaBhahali,+ yazala indlu kaBhahali ukusuka kwelinye icala ukusa kwelinye.
21 Emva koko uYehu wathumela kuye wonke uSirayeli,+ kangangokuba beza bonke abanquli bakaBhahali. Yaye akusalanga namnye ungezanga. Yaye baqhubeka besiza endlwini kaBhahali,+ yazala indlu kaBhahali ukusuka kwelinye icala ukusa kwelinye.