2 Kronike 23:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa uYehoyada umbingeleli wazikhupha iintloko zamakhulu, abo bamiselweyo bomkhosi wamajoni, waza wathi kubo: “Mkhupheni eluhlwini;+ nabani na omlandelayo, ufanele abulawe ngekrele!” Kuba umbingeleli wathi: “Ningambulaleli endlwini kaYehova.”
14 Kodwa uYehoyada umbingeleli wazikhupha iintloko zamakhulu, abo bamiselweyo bomkhosi wamajoni, waza wathi kubo: “Mkhupheni eluhlwini;+ nabani na omlandelayo, ufanele abulawe ngekrele!” Kuba umbingeleli wathi: “Ningambulaleli endlwini kaYehova.”