IMizekeliso 11:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngenxa yokulunga kwamalungisa idolophu iyachulumanca,+ kodwa xa abangendawo betshabalala kubakho intswahla yovuyo.+ IMizekeliso 29:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Xa esiba maninzi amalungisa, abantu baba nemihlali;+ kodwa xa kulawula ongendawo, abantu bayancwina.+
10 Ngenxa yokulunga kwamalungisa idolophu iyachulumanca,+ kodwa xa abangendawo betshabalala kubakho intswahla yovuyo.+
2 Xa esiba maninzi amalungisa, abantu baba nemihlali;+ kodwa xa kulawula ongendawo, abantu bayancwina.+