2 Kronike 24:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Waza ukumkani wathetha la mazwi, ngoko benza inkongozelo+ bayibeka ngaphandle kwesango lendlu kaYehova. Marko 12:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Wahlala phantsi ekhangelene nezikhongozelo zobuncwane+ waza wabona indlela isihlwele esasiphosa ngayo imali kwizikhongozelo zobuncwane; kwaye izityebi ezininzi zaziphosa iingqekembe ezininzi.+ Luka 21:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke kaloku njengoko wayekhangela wabona izityebi ziphosa izipho zazo kwizikhongozelo zobuncwane.+
8 Waza ukumkani wathetha la mazwi, ngoko benza inkongozelo+ bayibeka ngaphandle kwesango lendlu kaYehova.
41 Wahlala phantsi ekhangelene nezikhongozelo zobuncwane+ waza wabona indlela isihlwele esasiphosa ngayo imali kwizikhongozelo zobuncwane; kwaye izityebi ezininzi zaziphosa iingqekembe ezininzi.+