2 Kumkani 10:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ekugqibeleni uYehu walala kookhokho bakhe,+ baza bamngcwabela eSamariya; yaye uYehowahazi+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe. 2 Kumkani 13:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ekugqibeleni uYehowahazi walala kookhokho bakhe, baza bamngcwaba eSamariya;+ yaye uYehowashe+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
35 Ekugqibeleni uYehu walala kookhokho bakhe,+ baza bamngcwabela eSamariya; yaye uYehowahazi+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
9 Ekugqibeleni uYehowahazi walala kookhokho bakhe, baza bamngcwaba eSamariya;+ yaye uYehowashe+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.