Luka 14:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Okanye nguwuphi na ukumkani, othi ematsha ukuya kuhlangana nomnye ukumkani emfazweni, angathi kuqala ahlale phantsi, acebe enoba unako na ngabaphumi-mkhosi abalishumi lamawaka ukumelana nalowo uza nxamnye naye enamashumi amabini amawaka?+
31 Okanye nguwuphi na ukumkani, othi ematsha ukuya kuhlangana nomnye ukumkani emfazweni, angathi kuqala ahlale phantsi, acebe enoba unako na ngabaphumi-mkhosi abalishumi lamawaka ukumelana nalowo uza nxamnye naye enamashumi amabini amawaka?+