Isaya 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 kuba phambi kokuba inkwenkwe leyo ikwazi ukumemeza ithi,+ ‘Tata!’ nokuthi ‘Mama!’ ubuncwane baseDamasko namaxhoba aseSamariya aya kuthwalelwa phambi kokumkani waseAsiriya.”+
4 kuba phambi kokuba inkwenkwe leyo ikwazi ukumemeza ithi,+ ‘Tata!’ nokuthi ‘Mama!’ ubuncwane baseDamasko namaxhoba aseSamariya aya kuthwalelwa phambi kokumkani waseAsiriya.”+