2 Kumkani 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaza ingelosi kaYehova yathetha noEliya yathi: “Yihla naye. Musa ukumoyika.”+ Ngoko waphakama waza wehla naye waya kukumkani. IZenzo 8:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Noko ke, ingelosi kaYehova+ yathetha kuFilipu, isithi: “Suka uhambe uye emzantsi kwindlela ehla ivela eYerusalem isiya eGaza.” (Le yindlela eyinkqantosi.)
15 Yaza ingelosi kaYehova yathetha noEliya yathi: “Yihla naye. Musa ukumoyika.”+ Ngoko waphakama waza wehla naye waya kukumkani.
26 Noko ke, ingelosi kaYehova+ yathetha kuFilipu, isithi: “Suka uhambe uye emzantsi kwindlela ehla ivela eYerusalem isiya eGaza.” (Le yindlela eyinkqantosi.)