1 Kumkani 7:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Waqhubeka wenza iinqwelwana zobhedu ezilishumi,+ ubude bayo nganye yezo nqwelwana buziikubhite ezine, yaye ububanzi bayo buziikubhite ezine, kwaye ukuphakama kwayo kuziikubhite ezintathu.
27 Waqhubeka wenza iinqwelwana zobhedu ezilishumi,+ ubude bayo nganye yezo nqwelwana buziikubhite ezine, yaye ububanzi bayo buziikubhite ezine, kwaye ukuphakama kwayo kuziikubhite ezintathu.