Eksodus 34:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa nize nizidilize izibingelelo zabo, nizaphule iintsika zabo ezingcwele, nizigawule nezibonda zabo ezingcwele.+ Levitikus 26:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “‘Nize ningazenzeli oothixo abangenaxabiso,+ yaye ningazimiseli umfanekiso oqingqiweyo+ okanye intsika engcwele, yaye ningabeki litye njengomboniso+ ezweni lenu ukuze niqubude kulo;+ ngokuba ndinguYehova uThixo wenu.
13 Kodwa nize nizidilize izibingelelo zabo, nizaphule iintsika zabo ezingcwele, nizigawule nezibonda zabo ezingcwele.+
26 “‘Nize ningazenzeli oothixo abangenaxabiso,+ yaye ningazimiseli umfanekiso oqingqiweyo+ okanye intsika engcwele, yaye ningabeki litye njengomboniso+ ezweni lenu ukuze niqubude kulo;+ ngokuba ndinguYehova uThixo wenu.