IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 8:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “Kothi ukuba uthe wamlibala uYehova uThixo wakho, walandela thixo bambi, wabakhonza, waqubuda kubo, ndiyaningqinela namhlanje ukuba niya kutshabalala ngenene.+

  • Duteronomi 32:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 waqhubeka wathi kuye: “Wabekeleni iintliziyo zenu onke amazwi endinilumkisa ngawo namhlanje,+ ukuze niwayalele oonyana benu ukuba bakunyamekele ukwenza ngokwamazwi onke alo mthetho.+

  • INdumiso 81:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Yivani, bantu bam, ndiya kunikela ubungqina nxamnye nani,+

      Owu Sirayeli, ukuba uya kundiphulaphula.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share