Luka 3:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 unyana kaEnoshi,+unyana kaSete,+unyana ka-Adam,+unyana kaThixo. 1 Korinte 15:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Ngokukwanjalo kubhaliwe kwathiwa: “Umntu wokuqala uAdam waba ngumphefumlo ophilayo.”+ UAdam wokugqibela waba ngumoya+ onik’ ubomi.+
45 Ngokukwanjalo kubhaliwe kwathiwa: “Umntu wokuqala uAdam waba ngumphefumlo ophilayo.”+ UAdam wokugqibela waba ngumoya+ onik’ ubomi.+