Genesis 4:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Yaye uAdam waba neentlobano zokwazana kwakhona nomfazi wakhe, wazala unyana waza wambiza ngegama elinguSete,+ ngokuba, ngokutsho komfazi wakhe: “UThixo undimisele enye imbewu esikhundleni sika-Abheli, kuba uKayin wambulala.”+
25 Yaye uAdam waba neentlobano zokwazana kwakhona nomfazi wakhe, wazala unyana waza wambiza ngegama elinguSete,+ ngokuba, ngokutsho komfazi wakhe: “UThixo undimisele enye imbewu esikhundleni sika-Abheli, kuba uKayin wambulala.”+