Eksodus 15:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+ INdumiso 30:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ukuzila kwam ukutshintshe kwaba kukungqungqa;+Ulikhulule irhonya lam, yaye undigcina ndibhinqe imihlali,+
20 Waza uMiriyam, umprofetikazi, udade boAron,+ wathabatha intambula ngesandla sakhe;+ baza bonke abafazi baphuma kunye naye beneentambula kwaye bengqungqa.+
11 Ukuzila kwam ukutshintshe kwaba kukungqungqa;+Ulikhulule irhonya lam, yaye undigcina ndibhinqe imihlali,+