IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 8:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngelo xesha uSolomon+ wahlanganisela+ amadoda amakhulu+ akwaSirayeli, zonke iintloko zezizwe,+ izikhulu zooyise,+ boonyana bakaSirayeli, kuKumkani uSolomon eYerusalem, ukuze anyuse ityeya yomnqophiso+ kaYehova iphume kwisiXeko sikaDavide,+ oko kukuthi, eZiyon.+

  • 1 Kronike 15:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Waqhubeka ezakhela izindlu+ kwisiXeko sikaDavide; wahlabela mgama wayilungiselela indawo+ ityeya yoTHIXO oyinyaniso waza wayimisela intente.

  • 2 Kronike 1:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Noko ke, ityeya+ kaTHIXO oyinyaniso uDavide awayeyinyuse eKiriyati-yarim+ wayisa kwindawo uDavide abeyilungiselele yona,+ kuba wayeyimisele intente eYerusalem.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share