Numeri 6:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 “Thetha kuAron nakoonyana bakhe, uthi, ‘Nize nenjenje ukubasikelela+ oonyana bakaSirayeli, nithi kubo: Yoshuwa 22:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko uYoshuwa wabasikelela+ waza wabandulula ukuze baye ezintenteni zabo. 2 Samuweli 6:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Akugqiba uDavide ukunikela imibingelelo etshiswayo nemibingelelo yobudlelane, wandula ke wabasikelela+ abantu egameni likaYehova+ wemikhosi. 1 Kumkani 8:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wandula ukumkani wabuphethula ubuso bakhe, walisikelela+ lonke ibandla likaSirayeli, ngoxa lonke ibandla likaSirayeli lalimile.
23 “Thetha kuAron nakoonyana bakhe, uthi, ‘Nize nenjenje ukubasikelela+ oonyana bakaSirayeli, nithi kubo:
18 Akugqiba uDavide ukunikela imibingelelo etshiswayo nemibingelelo yobudlelane, wandula ke wabasikelela+ abantu egameni likaYehova+ wemikhosi.
14 Wandula ukumkani wabuphethula ubuso bakhe, walisikelela+ lonke ibandla likaSirayeli, ngoxa lonke ibandla likaSirayeli lalimile.