INdumiso 105:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Qhayisani ngegama lakhe elingcwele.+Mayibe nemihlali intliziyo yabo bamfunayo uYehova.+ Isaya 45:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngenxa kaYehova yonke imbewu+ kaSirayeli iya kungqineka ilungile+ kwaye iya kuqhayisa ngaye.’”+ Yeremiya 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “Kodwa lowo uzigwagwisayo makazigwagwise ngenxa yale nto kanye, yokuba enokuqiqa+ kwanolwazi ngam, lokuba ndinguYehova,+ Lowo ubonakalisa ububele bothando, okusesikweni nobulungisa emhlabeni;+ kuba ndiyoliswa zezo zinto,”+ utsho uYehova. 2 Korinte 10:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Kodwa lowo uqhayisayo, makaqhayise ngoYehova.”+
24 “Kodwa lowo uzigwagwisayo makazigwagwise ngenxa yale nto kanye, yokuba enokuqiqa+ kwanolwazi ngam, lokuba ndinguYehova,+ Lowo ubonakalisa ububele bothando, okusesikweni nobulungisa emhlabeni;+ kuba ndiyoliswa zezo zinto,”+ utsho uYehova.