Genesis 20:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko ke mbuyisele umfazi wale ndoda, kuba ingumprofeti,+ kwaye iya kukwenzela isikhungo.+ Ngoko qhubeka uphila. Kodwa ukuba akumbuyisi, yazi ukuba uya kufa ngokuqinisekileyo, wena nabo bonke abanawe.”+ INdumiso 105:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Esithi: “Musani ukubachukumisa abathanjisiweyo bam,+Ningenzi okubi nakubaprofeti bam.”+
7 Ngoko ke mbuyisele umfazi wale ndoda, kuba ingumprofeti,+ kwaye iya kukwenzela isikhungo.+ Ngoko qhubeka uphila. Kodwa ukuba akumbuyisi, yazi ukuba uya kufa ngokuqinisekileyo, wena nabo bonke abanawe.”+