IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 29:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 “Kuko oku oya kukunikela esibingelelweni: ngamatakane eegusha amabini aziinkunzi ngosuku ngokuthe rhoqo, ngalinye libe nonyaka ubudala.+

  • 2 Kronike 13:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yaye baqhumisa umnikelo otshiswayo kuYehova rhoqo kusasa nangokuhlwa+ kwanesiqhumiso sobulawu;+ kwanesonka esicwangciswe kakuhle phezu kwetafile yegolide esulungekileyo,+ kukho nesiphatho sezibane segolide+ nezibane zazo ukukhanyisa iingokuhlwa zonke;+ ngenxa yokuba thina sigcina imbopheleko+ yethu kuYehova uThixo wethu, kodwa nina nimshiyile.+

  • Ezra 3:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Baza benza umthendeleko weminquba+ njengoko kubhaliwe,+ ngemibingelelo etshiswayo usuku nosuku ngokwenani ngokommiselo woko kwakufanele suku ngalunye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share