2 Samuweli 7:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 ukususela kanye kwimini endabeka abagwebi+ njengabaphathi phezu kwabantu bam amaSirayeli; yaye ndiza kukunika ukuphumla kuzo zonke iintshaba zakho.+ “‘“Kwaye uYehova ukuxelele ukuba uYehova uya kukwenzela indlu.+ INdumiso 127:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 127 Ngaphandle kokuba uYehova uyayakha indlu,+Kulilize ukusebenza nzima kwabakhi bayo kuyo.+Ngaphandle kokuba uYehova uyasilinda isixeko,+Kulilize ukuhlala komlindi ephaphile.+
11 ukususela kanye kwimini endabeka abagwebi+ njengabaphathi phezu kwabantu bam amaSirayeli; yaye ndiza kukunika ukuphumla kuzo zonke iintshaba zakho.+ “‘“Kwaye uYehova ukuxelele ukuba uYehova uya kukwenzela indlu.+
127 Ngaphandle kokuba uYehova uyayakha indlu,+Kulilize ukusebenza nzima kwabakhi bayo kuyo.+Ngaphandle kokuba uYehova uyasilinda isixeko,+Kulilize ukuhlala komlindi ephaphile.+