IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 9:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 nam ndiya kuyimisela itrone yobukumkani bakho kwaSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo, kanye njengoko ndamthembisayo uDavide uyihlo, ndisithi, ‘Akukho ndoda kumadoda akho eya kunqunyulwa ekuhlaleni etroneni kaSirayeli.’+

  • 1 Kronike 28:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 nakoonyana bam bonke (kuba uYehova undinike oonyana abaninzi)+ unyule uSolomon+ unyana wam ukuba ahlale esihlalweni+ sobukumkani bukaYehova phezu koSirayeli.

  • Yeremiya 23:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Khangela! Kuza imihla,” utsho uYehova, “endiya kuthi ngayo ndimvelisele ihlumelo lobulungisa uDavide.+ Ngokuqinisekileyo ke loo kumkani uya kulawula+ aze enze ngengqiqo, aphumeze okusesikweni nobulungisa elizweni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share