IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 UMphakamisi wesisweli eluthulini;+

      Uyamphakamisa olihlwempu eluthuthwini,+

      Ukuze abahlalise nezidwangube; abanike itrone yozuko+ njengelifa.+

      Kuba zezikaYehova iintsika zomhlaba,+

      Yaye ubeka phezu kwazo ilizwe elinemveliso.

  • INdumiso 89:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ngelo xesha wathetha ngombono kwabo banyanisekileyo bakho,+

      Wathi:

      “Ndibeke uncedo konamandla;+

      Ndiphakamise onyuliweyo phakathi kwabantu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share