Duteronomi 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Xa athe uYehova uThixo wakho ekugqibeleni wakungenisa kulo ilizwe oya kulo ukuba ulidle ilifa,+ uya kususa iintlanga ezininzi phambi kwakho,+ amaHiti+ namaGirgashi+ nama-Amori+ namaKanan+ namaPerizi+ namaHivi+ namaYebhusi,+ iintlanga ezisixhenxe ezininzi nezinamandla kunawe.+ Yoshuwa 10:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Waza uYoshuwa wabathimba bonke aba kumkani nelizwe labo ngaxa linye,+ ngenxa yokuba yayinguYehova uTHIXO kaSirayeli owayelwela uSirayeli.+ Yoshuwa 21:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Ngapha koko, uYehova wabanika ukuphumla+ entweni yonke, kuko konke awayekufungile+ kookhokho babo, kwaye akukho nalunye kwiintshaba zabo olwema phambi kwabo.+ UYehova wazinikela esandleni sabo zonke iintshaba zabo.+ Yoshuwa 24:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ndathumela imvakalelo yokudakumba phambi kwenu, kwaye yabagxotha ngokuthe ngcembe phambi kwenu+—ookumkani ababini bama-Amori—kungekhona ngekrele lenu nangesaphetha senu.+ INdumiso 44:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wena wazigxotha iintshaba ngesandla sakho,+Waza esikhundleni soko wabatyala.+Wawaphula amaqela eentlanga waza wawandulula.+
7 “Xa athe uYehova uThixo wakho ekugqibeleni wakungenisa kulo ilizwe oya kulo ukuba ulidle ilifa,+ uya kususa iintlanga ezininzi phambi kwakho,+ amaHiti+ namaGirgashi+ nama-Amori+ namaKanan+ namaPerizi+ namaHivi+ namaYebhusi,+ iintlanga ezisixhenxe ezininzi nezinamandla kunawe.+
42 Waza uYoshuwa wabathimba bonke aba kumkani nelizwe labo ngaxa linye,+ ngenxa yokuba yayinguYehova uTHIXO kaSirayeli owayelwela uSirayeli.+
44 Ngapha koko, uYehova wabanika ukuphumla+ entweni yonke, kuko konke awayekufungile+ kookhokho babo, kwaye akukho nalunye kwiintshaba zabo olwema phambi kwabo.+ UYehova wazinikela esandleni sabo zonke iintshaba zabo.+
12 Ngoko ndathumela imvakalelo yokudakumba phambi kwenu, kwaye yabagxotha ngokuthe ngcembe phambi kwenu+—ookumkani ababini bama-Amori—kungekhona ngekrele lenu nangesaphetha senu.+
2 Wena wazigxotha iintshaba ngesandla sakho,+Waza esikhundleni soko wabatyala.+Wawaphula amaqela eentlanga waza wawandulula.+