1 Kumkani 1:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 UTsadoki+ umbingeleli noNatan+ umprofeti noBhenaya+ unyana kaYehoyada namaKereti+ namaPeleti+ behla baza bamkhwelisa uSolomon kwimazi yemeyile kaKumkani uDavide,+ baza bamzisa eGihon.+
38 UTsadoki+ umbingeleli noNatan+ umprofeti noBhenaya+ unyana kaYehoyada namaKereti+ namaPeleti+ behla baza bamkhwelisa uSolomon kwimazi yemeyile kaKumkani uDavide,+ baza bamzisa eGihon.+