1 Kronike 11:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke yena uAbhishayi+ umntakwabo Yowabhi,+ wayeyintloko yamathathu; yaye wayevonyavonya umkhonto wakhe phezu kwamakhulu amathathu awayebulewe, yaye naye wayedume njengabo bathathu.
20 Ke yena uAbhishayi+ umntakwabo Yowabhi,+ wayeyintloko yamathathu; yaye wayevonyavonya umkhonto wakhe phezu kwamakhulu amathathu awayebulewe, yaye naye wayedume njengabo bathathu.