Duteronomi 31:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yibani nesibindi, nomelele.+ Musani ukoyika okanye nothuke phambi kwazo,+ ngokuba nguYehova uThixo wakho ohamba nawe. Akayi kukulahla okanye akushiye ngokupheleleyo.”+ Yoshuwa 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Kuphela wena yiba nesibindi womelele kakhulu ukuze unyameke wenze ngokuvumelana nawo wonke umthetho uMoses umkhonzi wam awakuyalela wona.+ Ungaphambuki kuwo uye ngasekunene okanye ngasekhohlo,+ ukuze wenze ngobulumko naphi na apho uya khona.+
6 Yibani nesibindi, nomelele.+ Musani ukoyika okanye nothuke phambi kwazo,+ ngokuba nguYehova uThixo wakho ohamba nawe. Akayi kukulahla okanye akushiye ngokupheleleyo.”+
7 “Kuphela wena yiba nesibindi womelele kakhulu ukuze unyameke wenze ngokuvumelana nawo wonke umthetho uMoses umkhonzi wam awakuyalela wona.+ Ungaphambuki kuwo uye ngasekunene okanye ngasekhohlo,+ ukuze wenze ngobulumko naphi na apho uya khona.+