2 Samuweli 21:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kwabakho ke imfazwe kwakhona eGati,+ apho kwakukho indoda enkulu ngokungaqhelekanga, ineminwe emithandathu esandleni ngasinye neenzwane ezintandathu elunyaweni ngalunye, amashumi amabini anesine ngenani; nayo yayizalwa ngamaRefa.+
20 Kwabakho ke imfazwe kwakhona eGati,+ apho kwakukho indoda enkulu ngokungaqhelekanga, ineminwe emithandathu esandleni ngasinye neenzwane ezintandathu elunyaweni ngalunye, amashumi amabini anesine ngenani; nayo yayizalwa ngamaRefa.+