Yoshuwa 5:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kwathi uYoshuwa engaseYeriko waphakamisa amehlo akhe yaye khangela, apho kwakukho indoda+ imi phambi kwakhe irhole ikrele layo iliphethe ngesandla.+ Ngoko uYoshuwa waya kuyo waza wathi kuyo: “Ngaba ungakuthi okanye ungakwiintshaba zethu?”
13 Kwathi uYoshuwa engaseYeriko waphakamisa amehlo akhe yaye khangela, apho kwakukho indoda+ imi phambi kwakhe irhole ikrele layo iliphethe ngesandla.+ Ngoko uYoshuwa waya kuyo waza wathi kuyo: “Ngaba ungakuthi okanye ungakwiintshaba zethu?”