2 Samuweli 24:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Yonk’ into, kumkani, uArawuna uyinika ukumkani.” Waza uArawuna wahlabela mgama wathi kukumkani: “Ngamana uYehova uThixo wakho angabonisa ukukholiswa nguwe.”+
23 Yonk’ into, kumkani, uArawuna uyinika ukumkani.” Waza uArawuna wahlabela mgama wathi kukumkani: “Ngamana uYehova uThixo wakho angabonisa ukukholiswa nguwe.”+