Duteronomi 12:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 kodwa endaweni leyo aya kuyinyula uYehova uThixo wenu ezizweni zenu zonke ukuba alimise khona igama lakhe, ukuba lihlale khona, kulapho niya kumfuna khona, niye khona.+ 2 Kronike 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ekugqibeleni uSolomon waqala ukuyakha indlu kaYehova+ eYerusalem kwiNtaba yaseMoriya,+ apho [uYehova] wabonakala khona kuDavide uyise,+ kwindawo awayilungisayo uDavide esandeni sikaOrnan+ umYebhusi.
5 kodwa endaweni leyo aya kuyinyula uYehova uThixo wenu ezizweni zenu zonke ukuba alimise khona igama lakhe, ukuba lihlale khona, kulapho niya kumfuna khona, niye khona.+
3 Ekugqibeleni uSolomon waqala ukuyakha indlu kaYehova+ eYerusalem kwiNtaba yaseMoriya,+ apho [uYehova] wabonakala khona kuDavide uyise,+ kwindawo awayilungisayo uDavide esandeni sikaOrnan+ umYebhusi.