2 Samuweli 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Waza uHiram+ ukumkani waseTire wathumela abathunywa+ kuDavide, kwanemithi yomsedare+ nabo basebenza ngemithi nabo basebenza ngamatye eendonga, baza bamakhela indlu uDavide.+
11 Waza uHiram+ ukumkani waseTire wathumela abathunywa+ kuDavide, kwanemithi yomsedare+ nabo basebenza ngemithi nabo basebenza ngamatye eendonga, baza bamakhela indlu uDavide.+